Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Hlala nayo nkosi, Homard Reagan Chilambe, here.
Oh iyakusiza
Kuzo zonke inkinga
Ohlangabezana nazo
Mina ngiyazi
Yebo mina ngiyazi
Sekuze kwalapha kunguye uholi wamm
Khuseleko lwami luse zandleni zakho
Hlala kunye nami kuzo zonk'indawo
Noba ngiphi
Ewe noba ngiphi
Ngaso sonk'iskhathi ohlala ndikuthandaza
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel'uJesu qha
Eh moya wami kunomsindisi
Abukho ubunzima
Ongeke ubufeze
Ekuhambeni nasekuphumleni
Uyinkosi yamakhosi
Ilizwe malimdumise
Kothi kofik'ixesha
Ixesha lokuza khwakhe
Ndobe ngilindile nesibane sami
Ngoba ukholo lwam lobe lufezekile
Ngayo yelo mini yokufika kwakhe
Moya wam (moya wam moya wam bolalel'uJesu qha)

This is Homard, Mr KHONA my brother, God loves you so much .