[Chorus]
Ndamazi umhlawuleli uyaphila
Empilweni zethu uyaphila
Ndamazi umhlawuleli uyaphila
Empilweni zethu uyaphila
[Verse]
Ibinguwe izolo nanamhlanje isenguwe uyaphila
Uyobhi wayenamathumba kodwa wathi uyaphila
[Chorus]
Ndamazi umhlawuleli uyaphila
Empilweni zethu uyaphila
Ndamazi umhlawuleli uyaphila
Empilweni zethu uyaphila
Uyaphila uyaphila
Sayazi ukuthi wena uyaphila
Uyaphila uyaphila
Sayazi ukuthi wena uyaphila